NgoSuku lweHlabathi lokuHlamba izandla, iMyuziyam yaseBeaufort West ibhiyozele olu suku ngabafundi kunye namalungu oluntu, bonke beze kuhlamba izandla zabo.
UMphathi oBambeleyo kaMasipala uFrans Sabbat uthathe inxaxheba kweli phulo, kwaye abasebenzi bemyuziyam babenebhongo kakhulu ngokuba naye kulo msitho.



